Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 1:2-3
Eyokuqala incwadi ka‐Paulusi kuma‐Tesalonika 1:2-3 XHO1902A
Siyabulela KUTIXO ngamaxesha onke ngenxa yenu nonke, sinikankanya emitandazweni yetu; singayeki ukukumbula umsebenzi wenu wokolo, nomzamo wotando, nomonde wetemba ENKOSINI yetu u‐Yesu Kristu, ebusweni bake UTIXO nobawo wetu