Eyesibini yezikronike 20:12
Eyesibini yezikronike 20:12 XHO1902A
Tixo wetu! akuyi kulugweba na? ngokuba kungeko amandla kuti ebusweni besisihlwele sikulu esizayo ngakuti; kanjako asazi tina into esiya kuyenza: kodwa amehlo etu angakuwe.