Eyesibini yezikronike 20:21
Eyesibini yezikronike 20:21 XHO1902A
Wandula wacebisana nabantu, wammisela uyehova abaculi, abaya kudumisa ebuhleni bobungcwele, bakupuma pambi kwabaxo̔bileyo, besiti: Bulelani kuyehova; ngokuba ububele bake bungunapakade.

