Eyesibini yezikronike 20:4

Eyesibini yezikronike 20:4 XHO1902A

Bazihlanganisa o‐Juda kanjalo, ukuba bafune uncedo kuyehova: bavela kwa kuzo zonke izixeko zakwa‐Juda ukuza kumfuna uyehova.