Eyesibini yezikronike 24:15
Eyesibini yezikronike 24:15 XHO1902A
Wada waba mdala u‐Yoyada, wakoliswa yimihla, wafa ke: ebelikulu linamashumi matatu leminyaka ubudala bake, ekufeni kwake.