Eyesibini yezikronike 26:16

Eyesibini yezikronike 26:16 XHO1902A

Kodwa nxa omeleleyo, yabir̔atsha intliziyo yake kude kwakukubujiswa kwake; ngokuba ebegqita ngakuye uyehova, utixo wake, wangena etempileni kayehova ukuba aqumise pezu kwesibingelo sesiqumiso.