Eyesibini yokumkani 4:6
Eyesibini yokumkani 4:6 XHO1902A
Kwati kwakuba izitya bezite ciki, wayesiti kunyana wake: Sisondeze kum kanjako isitya; kodwa wati kuye: Akuseko isitya. Yaza ioli yanqamka.