Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

OOKUMKANI II 4:6 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

OOKUMKANI II 4:6 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Kwathi, zakuzala izitya, wathi kunyana wakhe, Zisa esinye isitya kum. Wathi yena kuye, Akusekho sitya: yanqamka ke ioli.

OOKUMKANI II 4:6 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Zithe ke zakuzala zonke, wabhekisa kunyana wakhe wathi: “Yiza nenye kwakhona.” Kodwa ke yena wathi: “Ziphelile; akukho yimbi eseleyo.” Namafutha ke atsho aphela.

OOKUMKANI II 4:6 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Kwati kwakuba izitya bezite ciki, wayesiti kunyana wake: Sisondeze kum kanjako isitya; kodwa wati kuye: Akuseko isitya. Yaza ioli yanqamka.

OOKUMKANI II 4:6 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Kwathi, zakuzala iingqayi, wathi kunyana wakhe, Ndizise enye into. Wathi kuye, Akusekho umphanda; Yahlala ke ioli.