oOKumkani 2 4:6
oOKumkani 2 4:6 CXB24
Kwathi, zakuzala iingqayi, wathi kunyana wakhe, Ndizise enye into. Wathi kuye, Akusekho umphanda; Yahlala ke ioli.