Eyesibini yokumkani 5:11
Eyesibini yokumkani 5:11 XHO1902A
Kodwa waqumba u‐Nahamane, wemka, wati: Bona ke, bendisiti pakati kwam, woka apumele kum, eme, abize ngegama likayehova, lotixo wake, ashukumise isandla sake pezu kwendawo, apilise ileperi: