Eyesibini yokumkani 5:14
Eyesibini yokumkani 5:14 XHO1902A
Wandula wehla, wazintywilisa e‐Yoredane amaxesha asixe̔nxe, njengelizwi lendoda katixo: yaza yabuya inyama yake, yaba njengenyama yomntwana omncinane, wahlambuluka ke.