OOKUMKANI II 5:14 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
OOKUMKANI II 5:14 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wehla ke, wantywila izihlandlo ezisixhenxe eYordan, ngokwelizwi lomfo wakwaThixo; yabuya ke inyama yakhe, yanjengenyama yomntwana, wahlambuluka.
Yabelana
OOKUMKANI II 5 XHO75OOKUMKANI II 5:14 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uNahaman wehla waya eJordan, wafika wantywila khona kasixhenxe ngokwelizwi awayelixelelwe ngumfo wakwaThixo. Ngenene ke ulusu lwakhe lwahlaziyeka lwahlambuluka lwaba njengolomntwana.
Yabelana
OOKUMKANI II 5 XHO96OOKUMKANI II 5:14 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wehla, wazintywilisa e‐Yoredane amaxesha asixe̔nxe, njengelizwi lendoda KATIXO: yaza yabuya inyama yake, yaba njengenyama yomntwana omncinane, wahlambuluka ke.
Yabelana
OOKUMKANI II 5 XHO1902AOOKUMKANI II 5:14 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Wehla ke waza wabhaptizwa izihlandlo ezisixhenxe eYordan, ngokwelizwi lomntu kaThixo oyinyaniso; yabuya ke inyama yakhe, yanjengenyama yomntwana, wahlambuluka.
Yabelana
OOKUMKANI II 5 CXB24