Eyesibini yokumkani 6:15
Eyesibini yokumkani 6:15 XHO1902A
Waza wavuka kusasa umkonzi wendoda katixo, wapuma ke; kekaloku nantsiya impi isingqonga isixeko, kwa namahashe nenqwelwana. Wandula umfana wayo wati kuyo: Au, nkosi yam! sesiya kuti nina ke?