Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

Eyesibini yokumkani 6:17

Eyesibini yokumkani 6:17 XHO1902A

Waza watandaza u‐Elisha, wati: Yehova! zugabule amehlo ake, ukuze abone. Wandula uyehova wagabula amehlo omfana lowo, wada wabona; kekaloku, bona ke, intaba ibizele ngamahashe nenqwelwana zomlilo zimgqonga u‐Elisha.