Eyesibini ka‐Samyali 16:16

Eyesibini ka‐Samyali 16:16 XHO1902A

Kwaye kute, okuya u‐Hushai um‐Areki, umhlobo ka‐Davide, wezayo ku‐Abasalome, wandula u‐Hushai wati ku‐Abasalome: Makapile ukumkani, makapile ukumkani!