USAMUWELI II 16:16 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

USAMUWELI II 16:16 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Kwathi, akufika uHushayi waseArki, umhlobo kaDavide, kuAbhisalom, wathi uHushayi kuAbhisalom, Makadle ubomi ukumkani, makadle ubomi ukumkani.

USAMUWELI II 16:16 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Wathi uHushayi umArki, umhlobo othembekileyo kaDavide, akuthi thu uAbhasalom, wakhahlela esithi: “Huntshu-u-u! Khul' ud' ukhokhobe, kumkani!”

USAMUWELI II 16:16 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Kwaye kute, okuya u‐Hushai um‐Areki, umhlobo ka‐Davide, wezayo ku‐Abasalome, wandula u‐Hushai wati ku‐Abasalome: Makapile ukumkani, makapile ukumkani!

USAMUWELI II 16:16 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Weza uHushayi umAram, umhlobo kaDavide, kuAbhisalom, wathi uHushayi kuAbhisalom, Makasindise ukumkani!