Eyesibini ka‐Samyali 18:33
Eyesibini ka‐Samyali 18:33 XHO1902A
Wandula ukumkani wabetwa lusizi, wenyuka waya enkambilini epezulu kwesango, walila; wayesitsho ekuyeni kwake ukuti: Nyana wam Abasalome, nyana wam, nyana wam Abasalome! akwaba ndabendifile esikundleni sako, Abasalome, nyana wam, nyana wam!

