Eyesibini ka‐Samyali 3:1
Eyesibini ka‐Samyali 3:1 XHO1902A
KEKALOKU kwabekuko ukulwa okude pakati kwendlu ka‐Saule nendlu ka‐Davide: kodwa u‐Davide wamana ukwomelela, kanti indlu ka‐Saule bona bamana ukuba butataka.