USAMUWELI II 3:1 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
USAMUWELI II 3:1 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku yoluka imfazwe phakathi kwendlu kaSawule nendlu kaDavide. UDavide waya esomelela ngokomelela; indlu kaSawule yaya incipha ngokuncipha.
Yabelana
USAMUWELI II 3 XHO75USAMUWELI II 3:1 XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku kwaba lixesha elide kukho imfazwe phakathi kwendlu kaSawule nendlu kaDavide. Lo gama iphelelwayo indlu kaSawule, ekaDavide yona yayisiya iqina ngokuqina.
Yabelana
USAMUWELI II 3 XHO96USAMUWELI II 3:1 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU kwabekuko ukulwa okude pakati kwendlu ka‐Saule nendlu ka‐Davide: kodwa u‐Davide wamana ukwomelela, kanti indlu ka‐Saule bona bamana ukuba butataka.
Yabelana
USAMUWELI II 3 XHO1902AUSAMUWELI II 3:1 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Kwaba kude kube yimfazwe phakathi kwendlu kaSawule nendlu kaDavide; uDavide waya esomelela ngokomelela; yasuka yaphelelwa ngamandla indlu kaSawule.
Yabelana
USAMUWELI II 3 CXB24