Eyesibini ka‐Samyali 3:18
Eyesibini ka‐Samyali 3:18 XHO1902A
ngako kaloku yenzani; ngokuba uyehova etetile ngo‐Davide, esiti: Ngesandla sika‐Davide isicaka sam ndiya kusindisa abantu bam o‐Sirayeli esandleni sama‐Filistiya, nasesandleni sentshaba zabo zonke.

