Eyesibini ka‐Samyali 5:19
Eyesibini ka‐Samyali 5:19 XHO1902A
Waza u‐Davide wabuza kuyehova, esiti: Ndiya kunyuka na ngakuwo ama‐Filistiya? wowanikela esandleni sam na? Wayesiti uyehova ku‐Davide: Nyuka; ngokuba ngenyaniso ndiya kunikela ama‐Filistiya esandleni sako.

