akuyi kutoba pambi kwazo; akuyi kuzikonza kanjalo: ngokuba mna YEHOVA, UTIXO wako, ndi NGUTIXO onekwele, ndiyohlwayela inkohlakalo yoyise pezu kwabantwana, napezu kwesesitatu napezu kwesesine isizukulwana sabanditiyayo; ndiwenzela ububele amawaka abanditandayo nabayigcinayo imiyalelo yam.
Funda I‐Duteronomi 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Duteronomi 5:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo