Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 5:18-20

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 5:18-20 XHO1902A

Kanjalo ninganxili yiveyine, okukoyo ngako ububedengu; niti nizaliswe NGOMOYA; niteta omnye nomnye ngamaculo, nangengoma zokudumisa, nangezivumo ezibumoya, nivuma nicula nokucula entliziyweni yenu KWINKOSI, nibulela ngamaxesha onke ngenxa yazo zonke izinto kuye UTIXO noyise, egameni LENKOSI yetu u‐Yesu Kristu