aeya kufa onke amazibulo asezweni le‐Jipete, kwa sezibulweni lika‐Faro ohleli eteroneni yake kude kube sezibulweni lesicakakazi esisemva kwelitye lokusila, kwa nawo onke amazibulo ezilo. Kwakuya kubako isikalo esikulu kulo lonke ilizwe le‐Jipete, ekungazanga kubeko esinjalo, nekungayi kubuya kubeko esinjalo.
Funda I‐Kesodusi 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 11:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo