Onke amazibulo ezweni laseYiputa aya kufa, kuqalela kowamazibulo kaFaro ehleli etroneni yakhe, kuse kowamazibulo omkhonzazana osemva kwelitye lokusila; nawo onke amazibulo eenkomo. Kuya kubakho isikhalo esikhulu ezweni lonke laseYiputa, ekungazanga sibekho, nesingayi kubuya sibekho.
Funda iEksodus 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iEksodus 11:5-6
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo