Kwoti kanjalo, xeshekweni abantwana benu baya kuti kuni: Yinto nina lenkonzo kuni? niya kwandula ukuti: Lidini lepasika KUYEHOVA, owayegqita ezindlwini zosapo luka‐Sirayeli e‐Jipete, okuya wabebeta ama‐Jipete, wasindisa izindlu zetu. Baza abantu batoba ngapantsi, babedesha.
Funda I‐Kesodusi 12
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 12:26-27
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo