Xa bathe oonyana benu kuni, Yeyani na le nkonzo? nithi, Le yipasika kaYehova, owagqitha ezindlwini zoonyana bakaSirayeli eYiputa, wawaxabela amaYiputa, wazisindisa izindlu zethu; Bathoba abantu, baqubuda.
Funda iEksodus 12
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iEksodus 12:26-27
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo