Waza UYEHOVA wahamba pambi kwabo, emini entsikeni yelifu, ukuba abakokele endleleni, nasebusuku entsikeni yomlilo, ukuba abakanyisele, kuze kuhanjwe emini nasebusuku. Ayemka intsika yelifu emini, kwa nentsika yomlilo ebusuku, ebusweni babantu.
Funda I‐Kesodusi 13
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 13:21-22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo