I‐Kesodusi 15:11

I‐Kesodusi 15:11 XHO1902A

Ngubanina onjengawe pakati kwotixo, YEHOVA? Ngubanina onjengawe, uzukisekile ngobungcwele, usoyikeka ezindunyisweni, usenza okungummangaliso?