IEKSODUS 15:11
IEKSODUS 15:11 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ngubanina onjengawe pakati kwotixo, YEHOVA? Ngubanina onjengawe, uzukisekile ngobungcwele, usoyikeka ezindunyisweni, usenza okungummangaliso?
Yabelana
Funda IEKSODUS 15IEKSODUS 15:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngubani na onjengawe phakathi koothixo, Yehova? Ngubani na onjengawe, wena uvethe ubungcwele, Woyikekayo ezindumisweni, wenzayo ngokubalulekileyo?
Yabelana
Funda IEKSODUS 15