uze ubafundise imimiso nemiteto, ubazise indlela abaya kuhamba ngayo, nomsebenzi abaya kuwenza. Kanjako uya kufuna kubo bonke abantu amadoda omeleleyo, amoyikayo UTIXO, amadoda enyaniso, ayitiyayo inzuzo ekohlakeleyo; uwabeke pezu kwabo, abe ngabapati bamawaka, nabapati bamakulu, nabapati bamashumi mahlanu, nabapati bamashumi manye
Funda I‐Kesodusi 18
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 18:20-21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo