Uyabona ke, sendimbizile ngegama u‐Betsalele, unyana ka‐Uri, unyana ka‐Hure, owesizwe sika‐Juda. Yena ndimzalisile ngomoya KATIXO, ngobulumko, nangengqondo, nangokwazi, nangentlobo zonke zomsebenzi; ukuze aqinge amasetyenzwa obuncibi, enze ngegolide, nangesilivere, nangexina, nangokuqingqa amatye, okuba kufakwe, nangokuqingqa imiti, yokuba kwenziwe ngentlobo zonke zomsebenzi.
Funda I‐Kesodusi 31
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: I‐Kesodusi 31:2-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo