U‐Hezekile 2:5

U‐Hezekile 2:5 XHO1902A

Nabo bona, nokuba baya kuva, nokuba baya kuyeka, (ngokuba beyindlu enenkani,) baya kukwazi noko ukuba umprofite ebepakati kwabo.