U‐Hezekile 2:7-8

U‐Hezekile 2:7-8 XHO1902A

Wauya kuteta amazwi am kubo, nokuba baya kuva, nokuba baya kuyeka: ngokuba benenkani bona. Kodwa wena, nyana woluntu! yiva oko ndikutetayo kuwe; uze ungabi ngonenkani, njengayo londlu enenkani; yakamisa umlomo wako, utye oko endikunika kuwe.