U‐Hezekile 22:30
U‐Hezekile 22:30 XHO1902A
Ndaza ndafuna pakati kwabo indoda eya kulwaka udonga, ime esiṙotyeni pambi kwam ngenxa yelizwe, ukuba ndingalitshabalalisi; kodwa andifumananga nanye.