U‐Hezekile 3:19
U‐Hezekile 3:19 XHO1902A
Kodwa nxa umyala okohlakeleyo, kanti akaguquki ekukohlakaleni kwake, nasendleleni yake ekohlakeleyo; uya kufa yena etyaleni lake, nawe uhlangule umpefumlo wako.