U‐Hezekile 33:9
U‐Hezekile 33:9 XHO1902A
Kodwa nxa umyala okohlakeleyo ngendlela yake ukuba aguquke kuyo, kanti akaguquki endleleni yake; uya kufa yena etyaleni lake, nawe uhlangule umpefumlo wako.