Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

UHEZEKILE 33:9 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

UHEZEKILE 33:9 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Wena ke, xa uthe wamvuselela ongendawo endleleni yakhe, ukuba abuye kuyo, àkabuya endleleni yakhe: wofa yena ngobugwenxa bakhe, ke wena ùwuhlangule umphefumlo wakho.

UHEZEKILE 33:9 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Kodwa ukuba umntu okhahlakeleyo umnqandile kubugwenxa bakhe, waza akakuva, uya kufa ngenxa yesono sakhe, kodwa wena uya kuba ubuhlangule ekufeni ubomi bakho.

UHEZEKILE 33:9 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Kodwa nxa umyala okohlakeleyo ngendlela yake ukuba aguquke kuyo, kanti akaguquki endleleni yake; uya kufa yena etyaleni lake, nawe uhlangule umpefumlo wako.

UHEZEKILE 33:9 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Wena ke, xa uthe wamvuselela ongendawo ngendlela yakhe, ukuba emke kuyo; ukuba uthe akabuya endleleni yakhe, wofa ngobugwenxa bakhe; kodwa uwuhlangule umphefumlo wakho.