uHezekile 33:9
uHezekile 33:9 CXB24
Wena ke, xa uthe wamvuselela ongendawo ngendlela yakhe, ukuba emke kuyo; ukuba uthe akabuya endleleni yakhe, wofa ngobugwenxa bakhe; kodwa uwuhlangule umphefumlo wakho.