Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

U‐Hezekile 34:2

U‐Hezekile 34:2 XHO1902A

Nyana woluntu! profitesha ngakubo abalusi bakwa‐Sirayeli; profitesha, uti kubo, kubalusi: Itsho inkosi e nguyehova ukuti: Makube nzima kubo abalusi bakwa‐Sirayeli abazidlisa bona! Abalusi ngebengazidlisi igusha na?