U‐Hezekile 7:27
U‐Hezekile 7:27 XHO1902A
Ukumkani uya kulila, nenkosana iya kwambata ukuti nqa, nezandla zabantu belizwe ziya kutuswa: njengendlela yabo ndiya kwenza kubo, nangemigwebo yabo ndiya kugweba bona; babeya kukwazi okokuba mna ndi nguyehova.

