I‐Genesise 8:21-22

I‐Genesise 8:21-22 XHO1902A

Waye UYEHOVA wasezela ivumba elimnandi: wandul’ ukuti UYEHOVA entliziyweni yake: Andiyi kupinda ukuwuqalekisa kanjako umhlaba ngenxa yabantu, nangona ukucinga kwentliziyo yomntu kukohlakele kwa sebutsheni bake; ndandingayi kupinda ndibuye ndikubete konke okupilileyo, njengokuba ndenje njalo. Kwa yonke imihla useko ngayo umhlaba, akusayi kupela ixesha lokuhlwayela nelokuvuna, nengqele nobushushu, nehlobo nobusika, nemini nobusuku.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne I‐Genesise 8:21-22