iGenesis 8:21-22

iGenesis 8:21-22 CXB24

uYehova weva ivumba elithozamisayo; Wathi uYehova entliziyweni yakhe, Andisayi kulitshabhisa ihlabathi ngenxa yomntu; ngokuba ukuyila kwentliziyo yomntu kubi kwasebutsheni bakhe; andiyi kuphinda ndizivelele zonke izinto eziphilileyo njengoko ndenze ngako. Lo gama kusekho umhlaba, akuyi kuphela ukuhlwayela nokuvuna, ukubanda nobushushu nehlobo nobusika nemini nobusuku.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne iGenesis 8:21-22