Pezu kwendonga zako, Yerusaleme! ndibamisile abalindi; imini yonke nobusuku bonke abayi kuti cwaka napakade: nina nikankanyayo UYEHOVA, ningati tu! kanjalo ningavumi ati tu yena, kude ayiqinise, nakude ayenze i‐Yerusaleme ibe yindunyiswa emhlabeni.
Funda U‐Yisaya 62
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Yisaya 62:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo