Phezu kweendonga zakho, Yerusalem, ndimise abagcini: imini yonke nobusuku bonke abayi kuze bathi quthu; Nina babiza kuYehova, musani ukuthi cwaka; Musani ukumnika ukuphumla, ade ayimise iYerusalem, ayenze ibe sisihombo ehlabathini.
Funda uIsaya 62
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uIsaya 62:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo