Abagwebi 6:5
Abagwebi 6:5 XHO1902A
Ngokuba ebenyuka nenkomo zawo nentente zawo, eza njengenkumbi ngobuninzi, kwada akwabi nakubalwa wona nenkamela zawo; eza elizweni ukulonakalisa.