Wayesiti UYEHOVA ku‐Gideyone: Abantu basebaninzi; bahlisele ngasemanzini, ndokulingela bona apo: kwakuya kuti, lowo endiya kutsho ngaye kuwe: Lo uya kuhamba nawe, yena wohamba nawe; nosukuba ndiya kutsho ngaye kuwe: Lo akayi kuhamba nawe, yena akayi kuhamba.
Funda Abagwebi 7
Share
Compare All Versions: Abagwebi 7:4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos