Koko, ukuba niya kulungisa ngenyaniso indlela zenu nezenzo zenu; ukuba niya kwenza ngenyaniso okufanelekileyo pakati kwomntu nommelwane wake; ukuba aniyi kubandezela owasemzini, nenkedama, nomhlolokazi, ningapalazi igazi elingenatyala kulendawo, ningalandeli otixo bambi kube kukwenzakala kwenu; ndiya kwandula ndinihlalise kulendawo, elizweni endalinikayo koyihlo benu, kude kube ngunapakade kanapakade.
Funda U‐Jeremiya 7
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jeremiya 7:5-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo