Wati u‐Yesu kubo: Zalisani imipanda ngamanzi. Bayizalisa ke kwada kwakuwo umpeto. Waza wati kubo: Tululani kaloku, nitwalele kumpati womtendeleko. Batwala ke.
Funda Ivangeli ka‐Johane 2
Share
Compare All Versions: Ivangeli ka‐Johane 2:7-8
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos