UYOHANE 2:7-8
UYOHANE 2:7-8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Athi kubo uYesu, Yizaliseni imiphanda ngamanzi. Bayizalisa ke, yada yee cike. Athi kubo, Yikhani ngoku, nise kwinjoli. Besa ke.
Share
Funda UYOHANE 2UYOHANE 2:7-8 IBHAYIBHILE (XHO96)
UYesu ke wathi kwizicaka: “Zalisani le miphanda ngamanzi.” Izicaka zayizalisa, wathi kuzo: “Yikhani ngoku, nise kwinjoli.” Zenjenjalo ke
Share
Funda UYOHANE 2